Inguqulelo ka occupation in isiXhosa

occupation

umsebenzi

Ubizo-magama /ok-yoo-pay-shuhn/

isibizoPlural occupations

  • 1

    umsebenzi
    "What is your occupation?" "Farming." "Yintoni umsebenzi wakho?" "Kukulima."
  • 2

    into othanda ukuchithela ixesha kuyo
    My favourite occupation at weekends is reading Into endithanda ukuchithela ixesha kuyo ngeempelaveki kukufunda