Inguqulelo ka of in isiXhosa

of

Ubizo-magama /ov/

preposition

  • 1

    the door of the house ucango lwendlu
    the horns of cattle iimpondo zeenkomo
  • 2

    nga-
    CC+
    We're proud of him Siyazidla ngaye
    We're tired of your dog Sidiniwe yinja yakho
    They will die of thirst Baya kufa lunxano
    I'm tired of you Ndidiniwe nguwe

Usetyenziso

The concept 'of' is most often expressed by possessive concords (PCs) in isiXhosa.