Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika official in isiXhosa

: official1official2

official1

igosa

Ubizo-magama /uh-fish-uhl/

isibizoPlural officials

  • 1

    igosa
    Officials from the Health Department met to discuss the problem Amagosa eSebe lezeMpilo ahlangana ngenjongo yokuxoxa ngale ngxaki

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika official in isiXhosa

: official1official2

official2

-emthethweni

Ubizo-magama /uh-fish-uhl/

isiphawuli

  • 1

    -emthethweni
    You need an official letter saying that you have got the job Kufuneka ube neleta esemthethweni echaza ukuba uwufumene umsebenzi