Inguqulelo ka OK in isiXhosa

OK

-lungile

(okay)

Ubizo-magama /oh-kay/

isikhuzo & isiphawuli

ngokungekho sikweni

  • 1

    -lungile
    kulungile
    "Will you help me?" "OK." "Uza kundincedisa?" "Kulungile."
  • 2

    -philile(yo)
    Are you OK? Uphilile?
  • 3

    -hle
    -fanelekile
    Does my hair look OK? Ngaba iinwele zam zikhangele zintle?