Inguqulelo ka once in isiXhosa

once

kanye

Ubizo-magama /wunss/

isihlomelo

  • 1

    kanye
    Run around the field once Jikeleza ibala kube kanye
  • 2

    mandulo
    Once, long ago, dinosaurs lived on the Earth Mandulo amagongqongqo ayephila emhlabeni
  • 3

    -akuba
    xa
    SC+temporal prefix -aku- + verb
    Once you have done your work, you can go home Wakuba uwenzile umsebenzi wakho, ungagoduka
    → Synonym of when
    Once the rain started, farmers stopped worrying Yakuqalisa imvula, amafama ayeka ukuxhalaba