Inguqulelo ka only in isiXhosa

only

kuphela

Ubizo-magama /own-lee/

isihlomelo

  • 1

    kuphela
    -dwa
    qha
    We have only one cat Sinekati enye kuphela
    I love only you Ndithanda wena wedwa
    She's the only girl in the class Nguye yedwa intombazana eklasini
    He keeps horses only Ufuye amahashe odwa
  • 2

    SC+progressive aspect -se-/-sa + verb
    It's only four o'clock Iseyintsimbi yesine