Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika open in isiXhosa

: open1open2

open1

-vula

Ubizo-magama /oh-puhn/

isenziopened, opening

  • 1

    -vula
    Please open the box Khawuvule ibhokisi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika open in isiXhosa

: open1open2

open2

-vulekile(yo)

Ubizo-magama /oh-puhn/

isiphawulimore open, most open

  • 1

    -vulekile(yo)
    The door is open Ucango luvulekile
  • 2

    -vulelekile(yo)
    We need an open discussion Sifuna ingxoxo evulelekileyo
  • 3

    -ngafihlisi(yo)
    She is an open person Ungumntu ongafihlisiyo