Inguqulelo ka operate in isiXhosa

operate

-sebenzisa

Ubizo-magama /op-uh-rayt/

isenzioperated, operating

  • 1

    -sebenzisa
    -sebenza
    Can you operate a drill? Uyakwazi ukuyisebenzisa idrili?
  • 2

    -tyanda
    Doctors operated on Tuli and repaired her heart Oogqirha bamtyanda uThuli bayilungisa intliziyo yakhe