Inguqulelo ka oppose in isiXhosa

oppose

-chasa

Ubizo-magama /uh-pohz/

isenziopposed, opposing

  • 1

    -chasa
    -phikisa
    We oppose the plan to build a dam: we don't want it Siyasichasa isicwangciso kwakhiwa kwedama: asilifuni
    Which team will oppose Pirates in the match? Leliphi iqela eliza kuphikisana nePirates emdlalweni?