Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika order in isiXhosa

: order1order2

order1

umyalelo

Ubizo-magama /aw-duh/

isibizoPlural orders

  • 1

    umyalelo
    The teacher gave the boy an order to sit down Utitshala wanika inkwenkwe umyalelo wokuba ihlale phantsi
  • 2

    iodolo
    Your order for fish and chips is ready Iodolo yakho yentlanzi neetshipsi seyilungile
  • 3

    ulandelelwano
    Arrange words in alphabetical order Dwelisa amagama ngokolandelelwano loonobumba

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika order in isiXhosa

: order1order2

order2

-yalela

Ubizo-magama /aw-duh/

isenziordered, ordering

  • 1

    -yalela
    He ordered the soldiers to march Wayalela amajoni ukuba amatshe
  • 2

    -odola
    Did you order fried chicken? Ngaba uodole inkuku eqhotsiweyo?
  • 3

    -landelelanisa
    -cwangcisa
    Can you order these words alphabetically? Ungawalandelelanisa la magama ngokonobumba bokuqala bawo?