Inguqulelo ka organisation in isiXhosa

organisation

iqumrhu

(organization)

Ubizo-magama /aw-guh-nize-ay-shuhn/

isibizoPlural organisations

  • 1

    iqumrhu
    umbutho
    The Treatment Action Campaign is an organisation that supports people with HIV I-Treatment Action Campaign liqumrhu elixhasa abantu abanentsholongwane kagawulayo
  • 2

    uququzelelo
    amalungiselelo
    The organisation of the school dance is our job Uququzelelo lomdaniso wesikolo ngumsebenzi wethu