Inguqulelo ka orphan in isiXhosa

orphan

inkedama

Ubizo-magama /aw-fuhn/

isibizoPlural orphans

  • 1

    inkedama
    Children whose parents have died are called orphans Abantwana abafelwe ngabazali kuthiwa ziinkedama