Inguqulelo ka ourselves in isiXhosa

ourselves

-zi-

Ubizo-magama /ow-uh-selvz/

isimelabizo

  • 1

    -zi-
    We are washing ourselves Siyazihlamba
  • 2

    ngokwethu
    We make the bread ourselves Sisenza ngokwethu isonka

Usetyenziso

'Ourselves' is often expressed in isiXhosa by adding the reflexive '-zi-' to a verb, as in the example above, 'siyazihlamba'.