Inguqulelo ka out in isiXhosa

out

phandle

Ubizo-magama /owt/

isihlomelo

  • 1

    phandle
    ngaphandle
    He chased the boys out Uwakhuphele phandle amakhwenkwe
    A fish can't live out of water Intlanzi ayinakuphila ngaphandle emanzini
  • 2

    -cimile
    The lights are out Izibane zicimile