Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika outline in isiXhosa

: outline1outline2

outline1

-shwankathela

Ubizo-magama /owt-line/

isenzioutlined, outlining

  • 1

    -shwankathela
    First, outline your story briefly, then write the details Qala ubhale isishwankathelo sebali lakho ngokufutshane, wandule ukulibhala ngokupheleleyo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika outline in isiXhosa

: outline1outline2

outline2

umphandle

Ubizo-magama /owt-line/

isibizoPlural outlines

  • 1

    umphandle
    Draw the outline of a house Zoba umphandle wendlu
  • 2

    ingxam
    amagqabantshintshi
    isishwankathelo
    Just tell us the outline of your story Khawusixelele ingxam yebali lakho