Inguqulelo ka over in isiXhosa

over

phezu kwa-

Ubizo-magama /oh-vuh/

isihlomelo & preposition

  • 1

    phezu kwa-
    Put a blanket over the baby Yithi bhuu ingubo phezu kosana
  • 2

    phezu kwa-
    Birds fly over the house Iintaka zibhabhela phezu kwendlu
  • 3

    ngaphezulu
    ngaphezu kwa-
    It costs over R30 Ibiza ngaphezulu kwama-R30
  • 4

    -ngaphezulu
    They take children aged four and over Bathatha abantwana abaneminyaka emine nangaphezulu
  • 5

    -phelile
    The holiday is over Iholide iphelile
  • 6

    phezu kwa-
    ngaphaya kwa-
    Jump over the fence Tsiba phezu kocingo
    The house is over the road Indlu ingaphaya kwendlela