Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika overhead in isiXhosa

: overhead1overhead2

overhead1

-phezulu

Ubizo-magama /oh-vuh-hed or oh-vuh-hed/

isihlomelo

  • 1

    -phezulu
    ngaphezulu
    There is an aeroplane overhead Kukho inqwelomoya phezulu

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika overhead in isiXhosa

: overhead1overhead2

overhead2

iindleko zokuqhuba ushishino

Ubizo-magama /oh-vuh-hed/

isibizoPlural overheads

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    iindleko zokuqhuba ushishino
    List the business's overheads: the cost of rent, electricity, wages, etc. Dwelisa iindleko zokuqhuba ushishino: iindleko zerenti, ezombane, imivuzo, njl