Inguqulelo ka painter in isiXhosa

painter

umntu opeyintayo

Ubizo-magama /payn-tuh/

isibizoPlural painters

  • 1

    umntu opeyintayo
    umapeyindana ngokungekho sikweni
    umapeyintara ngokungekho sikweni
    Painters are painting the house Abantu abapeyintayo bapeyinta indlu
  • 2

    (artist)
    umzobi
    George Pemba was a famous painter UGeorge Pemba wayengumzobi wodumo