Inguqulelo ka part of speech in isiXhosa

part of speech

isigaba sentetho

isibizoPlural parts of speech

inzululwazi geelwimi

  • 1

    isigaba sentetho
    Nouns and verbs are examples of parts of speech Izibizo nezenzi yimizekelo yezigaba zentetho
    • any of the groups into which words are divided in grammar
    • naliphi na iqela ekohlulelwe kulo amagama ngokwegrama