Inguqulelo ka partner in isiXhosa

partner

umahlulelane

Ubizo-magama /paat-nuh/

isibizoPlural partners

  • 1

    umahlulelane
    In this lesson, work with a partner Kwesi sifundo, sebenza kunye nomahlulelane
  • 2

    ihlakani
    Bob and Vuyo are partners in the business UBob noVuyo bangamahlakani kweli shishini
  • 3

    iqabane
    Solani dances with Linda, his partner USolani udanisa noLinda, uliqabane lakhe