Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika pass in isiXhosa

: pass1pass2

pass1

-gqitha

Ubizo-magama /paass/

isenzipassed, passing

  • 1

    -gqitha
    -dlula
    Pass the shop, then turn right Gqitha evenkileni, ujike ngasekunene
  • 2

    -dlulisa
    -gqithisa
    Please pass me the salt Khawundidlulisele ityuwa
  • 3

    -phumelela
    Did you pass your exam? Uziphumelele iimviwo zakho?
    → Antonym of fail
  • 4

    -hamba
    Time passed slowly Ixesha lihamba kancinane

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika pass in isiXhosa

: pass1pass2

pass2

ipasi

Ubizo-magama /paass/

isibizoPlural passes

  • 1

    ipasi
    ikhadi
    Show your student's pass and he will let you in Mbonise ipasi lakho elichaza ukuba ungumfundi uya kukungenisa
  • 2

    inyoba
    inkalo
    inyiba
    There is a pass through the mountains here Kukho inyoba ekule ntaba