Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika past in isiXhosa

: past1past2past3

past1

amaxesha adlulileyo

Ubizo-magama /paast/

isibizo

  • 1

    amaxesha adlulileyo
    kudala
    mandulo
    In the past, there were no cars Kumaxesha adlulileyo kwakungekho zimoto

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika past in isiXhosa

: past1past2past3

past2

-dlulile(yo)

Ubizo-magama /paast/

  • 1

    -dlulile(yo)
    -gqithile(yo)
    Let's forget my past mistakes Masilibale ngeempazamo ezidlulileyo
  • 2

    -phelile(yo)
    -dlulile(yo)
    I've been away for the past week Bendingekho kule veki iphelileyo

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika past in isiXhosa

: past1past2past3

past3

emva

Ubizo-magama /paast/

preposition & isihlomelo

  • 1

    emva
    It's half past six Licala emva kwentsimbi yesithandathu
  • 2

    -ngaphaya kwa-
    Our house is just past the shop Umzi wakuthi ungaphaya kwevenkile