Inguqulelo ka past tense in isiXhosa

past tense

ixesha eladlulayo

inzululwazi geelwimi

  • 1

    ixesha eladlulayo
    The sentence "He opened the door" is in the past tense Isivakalisi "Wavula ucango" sikwixesha eladlulayo
    → See tense
    • a verb form that shows that an action took place in the past
    • isenzi esibonisa ukuba isenzeko senzeke kwilixa elidlulileyo