Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika patient in isiXhosa

: patient1patient2

patient1

isigulane

Ubizo-magama /pay-shuhnt/

isibizoPlural patients

  • 1

    isigulane
    How many patients are in the hospital? Zingaphi izigulane ezisesibhedlele?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika patient in isiXhosa

: patient1patient2

patient2

-nomonde

Ubizo-magama /pay-shuhnt/

isiphawulimore patient, most patient

  • 1

    -nomonde
    -nenyameko
    She is a patient teacher Ungutitshala onenyameko
    → Compare impatient
    Please be patient and wait Yiba nomonde ulinde