Inguqulelo ka pattern in isiXhosa

pattern

umfuziselo

Ubizo-magama /pat-uhn/

isibizoPlural patterns

  • 1

    umfuziselo
    iphatheni
    curtains with a pattern of flowers iikhethini ezinomfuziselo weentyatyambo
  • 2

    umfuziselo
    iphatheni
    When you cut material to make a dress, use a pattern to guide you Xa usika umchako usenza ilokhwe, sebenzisa umfuziselo oza kukukhokela