Inguqulelo ka pesticide in isiXhosa

pesticide

iyeza lokubulala izitshabalalisi

Ubizo-magama /pest-i-side/

isibizoPlural pesticides

  • 1

    iyeza lokubulala izitshabalalisi
    Pesticides kill pests, but they are dangerous to people also Amayeza okubulala izitshabalalisi ayazibulala izitshabalalisi, kodwa anobungozi nasebantwini