Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika place in isiXhosa

: place1place2

place1

indawo

Ubizo-magama /playss/

isibizoPlural places

  • 1

    indawo
    Sutherland is a cold place ISutherland yindawo ebandayo
  • 2

    indawo
    He finished the race in second place Uphume indawo yesibini elugqatsweni

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika place in isiXhosa

: place1place2

place2

-beka

Ubizo-magama /playss/

isenziplaced, placing

  • 1

    -beka
    Place the cup on the table Beka ikomityi etafileni