Inguqulelo ka plane in isiXhosa

plane

inqwelomoya

Ubizo-magama /playn/

isibizoPlural planes

  • 1

    inqwelomoya
    ipleyini ngokungekho sikweni
    ibhaloni ngokungekho sikweni
    We will go by plane Siza kuhamba ngenqwelomoya
    → Synonym of aeroplane
    A plane is landing Inqwelomoya iyahlala
  • 2

    isityaba
    The table-top is a horizontal plane Umphezulu wetafile uyindawo esityaba
  • 3

    isichwelo
    A plane is a tool that makes wood smooth Isichwelo silwenza ukhuni lugude

Usetyenziso

Don't confuse 'plane' with 'plain'.