Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika please in isiXhosa

: please1please2

please1

-nceda

Ubizo-magama /pleez/

isihlomelo

  • 1

    -nceda
    -nga-
    kha-
    Zanele, please tell me, will you wait for me? Zanele, nceda ndixelele, uza kundilinda?
    Please can I have a chocolate? Ungandipha itshokholethi?
    Be quiet, please Khawuthule

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika please in isiXhosa

: please1please2

please2

-nceda

Ubizo-magama /pleez/

isenzipleased, pleasing

  • 1

    -nceda
    -kholisa
    We cleaned the kitchen to please our grandmother Salicoca ikhitshi sikholisa umakhulu wethu