Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika point in isiXhosa

: point1point2

point1

indawo etsolo

Ubizo-magama /poynt/

isibizoPlural points

  • 1

    indawo etsolo
    incam
    ubutsolo
    the point of a pencil incam yepensile
  • 2

    isizathu
    injongo
    What is the point of doing this job? Yintoni isizathu sokwenza lo msebenzi?
    → Synonym of purpose
  • 3

    inqaku
    Isithethi sibeke inqaku elibalulekileyo
  • 4

    inqaku
    The team scored five points Iqela lomdlalo lifake amanqaku amahlanu
  • 5

    ipoyinti
    ichaphaza
    idothi
    two point five (2.5) kilograms isibini esinehafu (2.5) seekhilogram
  • 6

    ixesha
    At that point in the game, the rain started Ngelo xesha kanye emdlaweni, imvula yaqalisa ukuna
  • 7

    indawo
    umda
    Don't walk beyond this point Ungagqithi ngaphaya kwale ndawo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika point in isiXhosa

: point1point2

point2

-alatha

Ubizo-magama /poynt/

isenzipointed, pointing

  • 1

    -alatha
    -khomba
    Alice pointed at the man and said "That's Mike." UAlice walatha endodeni waza wathi, "NguMike lowa."