Inguqulelo ka polygon in isiXhosa

polygon

umacala maninzi

Ubizo-magama /pol-i-gon/

isibizoPlural polygons

izibalo

  • 1

    umacala maninzi
    Triangles, rectangles, and hexagons are all polygons Oonxatathu, iingxande noonxantandathu, bonke ngoomacala maninzi
    • a flat closed shape with three or more straight sides
    • imilo emcaba evalekileyo, enamacala amathathu nangaphezulu athe ngqo