Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika pound in isiXhosa

: pound1pound2

pound1

iponti

Ubizo-magama /pownd/

isibizoPlural pounds

  • 1

    iponti
    The pound is the money used in Britain Iponti yimali esetyenziswa eBhrithani

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika pound in isiXhosa

: pound1pound2

pound2

-betha

Ubizo-magama /pownd/

isenzipounded, pounding

  • 1

    -betha
    -nkqonkqa ngamandla
    He pounded on the door and woke us Wankqonkqoza ngamandla emnyango wasivusa
  • 2

    (the heart)
    -ngongoza
    My heart was pounding in my chest Intliziyo yam yayingongoza esifubeni sam