Inguqulelo ka praise poem in isiXhosa

praise poem

isibongo

isibizoPlural praise poems

uncwadi

  • 1

    isibongo
    The praise singer performed a praise poem at the beginning of the celebrations Imbongi yenza isibongo (yabonga) ekuqaleni kwemibhiyozo
    • a poem about a chief or important person
    • umbongo ngenkosi okanye ngomntu obalulekileyo