Inguqulelo ka predict in isiXhosa

predict

-qikelela

Ubizo-magama /pri-dikt/

isenzipredicted, predicting

  • 1

    -qikelela
    -thekelela
    The weather office predicts that it will rain tomorrow Iofisi yemozulu iqikelela ukuba kuza kunetha ngomso