Inguqulelo ka prefix in isiXhosa

prefix

isimaphambili

Ubizo-magama /pree-fikss/

isibizoPlural prefixes

inzululwazi geelwimi

  • 1

    isimaphambili
    We can add the prefix "un-" to the word "happy" to make the word "unhappy" Singafakela isimaphambili u"un" kwigama u"happy" ukwenza igama "unhappy"
    → Compare suffix
    • in English, letters that we add to the front of another word to change its meaning. An example of a prefix in isiXhosa is the letters that are added to the front of a noun stem to form a noun
    • KwisiNgesi, iileta esizifakela phambi kwelinye ukutshintsha intsingiselo. Umzekelo wesimaphambili esiXhoseni ziileta ezifakelwa phambi kwesiqu sesibizo ukwakha isibizo