Inguqulelo ka pressure in isiXhosa

pressure

ucinezelelo

Ubizo-magama /presh-uh/

isibizoPlural pressures

  • 1

    ifiziksi
    ucinezelelo
    uxinzelelo
    Glue the pieces together, then apply pressure to them Dibanisa iziqwenga ngeglu, ufake ucinezelo
    areas of high pressure and of low pressure iindawo zoxinzelelo oluphezulu neendawo zoxinzezelelo olusezantsi
    • the amount of force that presses on an area
    • ubungakanani bamandla okanye ifosi ethi ibe noxinzelelo endaweni
  • 2

    ifiziksi
    uxinzelelo
    Pressure in the balloon caused it to pop Uxinzelelo lomoya kwibhaloni lwayenza yagqabhuqa
    • the force that a gas or liquid has when it is contained inside something
    • uxinzelelelo othi umoya okanye ulwelo (into engamanzi) lube nalo xa luqulethwe ngaphakathi kwinto
  • 3

    uxinzelelo
    ukunyanzeleka
    I am under pressure to finish this job today Ndiphantsi koxinzelelo lokugqiba lo msebenzi namhlanje