Inguqulelo ka primary school in isiXhosa

primary school

isikolo samabanga aphantsi

isibizoPlural primary schools

  • 1

    isikolo samabanga aphantsi
    iprayimari ngokungekho sikweni
    Most primary schools have classes from Grade R to Grade 7 Izikolo zamabanga aphantsi ezininzi zineeklasi eziqala kwiBanga R ukuya kwiBanga lesi-7