Inguqulelo ka prime in isiXhosa

prime

-okuqala

Ubizo-magama /prime/

isiphawuli

  • 1

    -okuqala
    -phambili
    He says the prime cause of crime is poverty Uthi, isizathu esiphambili solwaphulo-mthetho bubuhlwempu
  • 2

    -odidi lokuqala
    They buy only fruit of prime quality Bathenga iziqhamo zodidi lokuqala kuphela