Inguqulelo ka principle in isiXhosa

principle

umgaqo

Ubizo-magama /prin-si-puhl/

isibizoPlural principles

  • 1

    umgaqo
    isimiselo
    umthetho-siseko ngokungekho sikweni
    He taught us the principles of good health Wasifundisa imigaqo elungileyo yezempilo
  • 2

    inqobo
    umthetho ngokungekho sikweni
    He won't eat meat; it's against his principles Akacingi atye nyama; akungqinelani neenqobo zakhe ukutya inyama

Usetyenziso

Don't confuse 'principle' with 'principal'.