Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika produce in isiXhosa

: produce1produce2

produce1

-zala

Ubizo-magama /pruh-dyooss/

isenziproduced, producing

  • 1

    -zala
    The sheep produces a lamb every year Igusha izala itakane qho ngonyaka
  • 2

    -enza
    -velisa
    This factory produces clocks Le fektri yenza iiwotshi
    Cows produce milk Iimazi zenkomo zivelisa ubisi
  • 3

    -khupha
    -rhola
    -veza ngokungekho sikweni
    Tom produced R20 from his pocket UTom ukhuphe ama-R20 epokothweni yakhe
  • 4

    (a film or play)
    -lawula
    Who producesIsidingo? Ngubani olawula umdlalo Isidingo?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika produce in isiXhosa

: produce1produce2

produce2

imveliso

Ubizo-magama /prod-yooss/

isibizo

  • 1

    imveliso
    The farmer sells produce such as potatoes and eggs at the market Umfama uthengisa imveliso efana neetapile namaqanda emarikeni

Usetyenziso

Note that the noun 'produce' is pronounced differently from the verb.