Inguqulelo ka producer in isiXhosa

producer

umvelisi

Ubizo-magama /pruh-dyooss-uh/

isibizoPlural producers

  • 1

    umvelisi
    South Africa is a producer of gold UMzantsi Afrika ngumvelisi wegolide
  • 2

    umlawuli-mdlalo
    umenzi
    umqulunqi
    Who is the producer of Isidingo? Ngubani umlawuli-mdlalo we-Isidingo?