Inguqulelo ka product in isiXhosa

product

imveliso

Ubizo-magama /prod-ukt/

isibizoPlural products

  • 1

    imveliso
    Gold and wine are products that South Africa exports Igolide newayini ziimveliso ezithunyelwa kwamanye amazwe nguMzantsi Afrika
  • 2

    izibalo
    isiphindaphindo
    isiphumo sophindaphindo ngokungekho sikweni
    The product of 2 and 4 is 8 (2 x 4 = 8) Isiphindaphindo sisi-2 nesi-4 sisi-8 (2 x 4 = 8)
    → Compare quotient
    • the answer you get when you multiply numbers
    • isiphumo osifumanayo xa uphindaphinda amanani