Inguqulelo ka production in isiXhosa

production

imveliso

Ubizo-magama /pruh-duk-shuhn/

isibizoPlural productions

  • 1

    imveliso
    Our production of maize has increased Imveliso yethu yombona yandile
  • 2

    uhlelo
    There's a new production of Macbeth on at the National Theatre Kukho uhlelo olutsha lukaMacbeth oludlala eNational Theatre