Inguqulelo ka professional in isiXhosa

professional

-bonisa ubuchule

Ubizo-magama /pruh-fesh-uh-nuhl/

isiphawuli & isihlomelo

  • 1

    -bonisa ubuchule
    -bonisa ubugcisa
    -qeqeshiwe(yo)
    -bungcali
    Get professional advice from a doctor before you take the medicine Fumana icebiso lobungcali kugqirha phambi kokuba uthathe iyeza
  • 2

    ngobuchule
    ngobungcali
    The teacher manages her classes calmly and professionally Utitshala ulawula iiklasi zakhe ngokupholileyo nangobuchule

isibizo

  • 1

    ingcali
    A doctor is a professional Ugqirha uyingcali