Inguqulelo ka programme in isiXhosa

programme

inkqubo

Ubizo-magama /proh-gram/

isibizoPlural programmes

  • 1

    inkqubo
    What is your favourite TV programme? Yeyiphi nkqubo yakho oyithandayo ethivini?
  • 2

    inkqubo
    uludwe lwezinto
    iphetshana lenkqubo
    The concert programme lists all the songs that we will sing Iphetshana lenkqubo yekonsathi lidwelisa zonke iingoma zethu esiza kuzicula

Usetyenziso

Don't confuse 'programme' with 'program'.