Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika progress in isiXhosa

: progress1progress2

progress1

inkqubela-phambili

Ubizo-magama /proh-gress/

isibizo

  • 1

    inkqubela-phambili
    Jo is making progress at school UJo unenkqubela-phambili esikolweni

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika progress in isiXhosa

: progress1progress2

progress2

-qhuba

Ubizo-magama /pruh-gress/

isenziprogressed, progressing

  • 1

    -qhuba
    -hamba ngokungekho sikweni
    A tortoise progressed slowly across the road Ufudo lwahamba ngokucothayo lunqumla indlela
  • 2

    -qhuba
    She is progressing well at school Uqhuba kakuhle esikolweni

Usetyenziso

Note that the verb 'progress' is pronounced differently from the noun.