Inguqulelo ka project in isiXhosa

project

umsebenzi

Ubizo-magama /proj-ekt/

isibizoPlural projects

  • 1

    umsebenzi
    iprojekthi
    Ryan is doing a project on India URyan wenza iprojekthi ngeIndiya
  • 2

    umsebenzi omkhulu
    iprojekthi
    The council has a project to build new houses Ikhansile inomsebenzi omkhulu wokwakha izindlu ezintsha