Inguqulelo ka promote in isiXhosa

promote

-nyusela

Ubizo-magama /pruh-moht/

isenzipromoted, promoting

  • 1

    -nyusela
    He was promoted to a manager's job Wanyuselwa ukuba abe yimanejala
  • 2

    -azisa nga-
    -bhengeza
    The shops are promoting a new type of cellphone Iivenkile zazisa ngohlobo olutsha lweselfowuni