Inguqulelo ka protein in isiXhosa

protein

iprotheyini

Ubizo-magama /proh-teen/

isibizoPlural proteins

ikhemistri ibhayoloji

  • 1

    iprotheyini
    isakha-mziba
    We need protein to develop strong bones and muscles Sifuna iprotheyini ekukhuliseni amathambo nezihlunu ezomeleleyo
    • a food group that includes meat, beans and eggs and which is essential for growth and health
    • uhlobo lokutya oluquka inyama, iimbotyi kunye namaqanda, nokuyimfuneko ekukhuleni nakwimpilo