Inguqulelo ka proverb in isiXhosa

proverb

iqhalo

Ubizo-magama /prov-urb/

isibizoPlural proverbs

inzululwazi geelwimi

  • 1

    iqhalo
    "Many hands make light work" is a well-known proverb in English "Izandla ezininzi ziwenza lula umsebenzi" eli liqhalo elaziwayo esiNgesini
    • a short saying that gives good advice or states a simple truth
    • intetho emfutshane enika icebiso elihle okanye echaza inyaniso emsulwa